This printable crossword puzzle on the topic of Other Languages has 20 clues. Answers range from 5 to 14 letters long. This crossword is also available to download as a Microsoft Word document or a PDF.
amagama achaza okanye aphawula okanye abalula ubunjani nobungakanani bento ethile
amagama achaza izibizo okanye izimela bizo
amagama achaza ochaza ubunjani , ubungakanani bento
amagama achaza ukuba into ethile yeka bani okanye yeyobani
izichazi ezibonakalisa ukuba uthetha ngento engenye
igama elisetyenziswa endaweni yesibizo
indidi yesimelabizo esibonakalisa ukuyi bethelela intetha
izimelabizo ezi xelela umntu ukuba into okanye umntu indawoni
amagama abonisa ukuba into ethile injani, yenzeke nini, yenzeke ndawoni
isihlomelo esixela ukuba yenzeke phi into ethile
amagama asetyenziswa ukudibanisa izivakalisi ezimbhini nangaphezulu
intetho ebonakalisa impikiso kwinto ebhaliweyo okanye ethethwayo
into oyenzayo phambi kokubhala isicoko
intetho enobuciko engathanga ngqo kwaye intisngiselo yayo ixhomekeke kwindlela esetyenziswa ngayo.
intetho yobuciko enentsingiselo ekwekwayo
amagama agxininisa izandi, nobunjani kwemibala
isifaniso, isikweko, ubaxo, isihlonipho, isimntwiso, umbuzo buciko
udidi lweleta ene dilesi ezimbhini
isibizo esakhiwa ngokuhlomela amagama amabini
isibhalo esichaza ngobomu bomntu owanduleleyo